I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 23 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!
Kutheni kufuneka uMnqophiso oMtsha nje? Kutheni na uMsindisi?

FUNDA ISIBHALO

UMnqophiso Omtsha: Intliziyo Entsha noMoya Omtsha
uHezekile 36:25-29

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
UMnqophiso Omtsha uza nezipho ezininzi. Ziziphi ezo zipho? Ziza kubenza bahluke njani abantu bakaThixo?

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "O Little Town of Bethlehem."
Usuku 22Usuku 24

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org