I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 16 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!
Ubomi bakho namhlanje bubonakalise njani ukumoyika uYehova?

FUNDA ISIBHALO

Umnqophiso kaThixo noDavide
2 kaSamuweli 7:8-17

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
Kwindlu kaDavide kuya kuvela uKumkani ongunaphakade. Ngaba ubomi bakho bubonisa ukuba uyamthanda uKumkani uYesu? Shintshanani ngokuxelela ilungu ngalinye losapho ngendlela enilibona likhonza ngayo uYesu.

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Come Thou Long Expected Jesus."
Usuku 15Usuku 17

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org