I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 8 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!
Ngaba ubuphila ngokuhambelana ngakumbi neNdumiso 105:1 izolo?

FUNDA ISIBHALO

Abantu bakaThixo: Ubuncwane, obungcwele, ubukumkani bababingeleli
iEksodus 19:1-6

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
Uhlangulwe kwaye uxatyisiwe. Xela ngento oyixabisileyo. Ngaba uyafuna ukuyikhusela kwaye uyigcine ikhethekile? Naye uThixo - ngawe!

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Silent Night."
Usuku 7Usuku 9

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org