1
Abagwebi Abagwebi 16:20
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi, Samson, amaFilisti aphezu kwakho; Wavuka ebuthongweni wathi, Ndiya kuphuma ndingcangcazela njengakuqala. Wayengazi ke ukuba uYehova umshiyile.
Thelekisa
Phonononga Abagwebi Abagwebi 16:20
2
Abagwebi Abagwebi 16:28
Wakhala uSamson kuYehova, wathi, Yehova, Yehova, ndikhumbule, ndivuse kube kanye, Yehova, ndiphindezele impindezelo kumaFilisti ngenxa yamehlo am omabini.
Phonononga Abagwebi Abagwebi 16:28
3
Abagwebi Abagwebi 16:17
Wamxelela konke okube kusentliziyweni yakhe; wathi kuye, Andiyichebanga intloko yakho; ngokuba ndingumNazarete kaThixo kwasesizalweni sikama.
Phonononga Abagwebi Abagwebi 16:17
4
Abagwebi Abagwebi 16:16
Yaye kwathi, yonke imihla embandezela ngamazwi akhe, embandezela, wakhathazeka umphefumlo wakhe, wada wesa ekufeni
Phonononga Abagwebi Abagwebi 16:16
5
Abagwebi Abagwebi 16:30
Wathi uSamson, Mandife namaFilisti. Wathoba ngobugorha bakhe bonke; yawa indlu phezu kwezikhulu naphezu kwabantu bonke ababekuyo. Ngoko ke abafileyo awababulala ekufeni kwakhe baba baninzi kunabo wababulala esadla ubomi.
Phonononga Abagwebi Abagwebi 16:30
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo