Abagwebi 16:30

Abagwebi 16:30 CXB24

Wathi uSamson, Mandife namaFilisti. Wathoba ngobugorha bakhe bonke; yawa indlu phezu kwezikhulu naphezu kwabantu bonke ababekuyo. Ngoko ke abafileyo awababulala ekufeni kwakhe baba baninzi kunabo wababulala esadla ubomi.