Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ABAGWEBI 16:17

ABAGWEBI 16:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wamxelela intliziyo yakhe yonke, wathi kuye, Isitshetshe sokucheba asizanga sisondele entlokweni yam; ngokuba ndingumahlulwa kaThixo kwasesizalweni sikama. Ukuba ndithe ndachetywa, osuka kum amandla am, ndithi fehle, ndibe njengabantu bonke.

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16

ABAGWEBI 16:17 IBHAYIBHILE (XHO96)

wamchazela konke, wathi: “Iinwele zam zange zichetywe. Ndanikelwa *ndalilolo likaThixo kwasekuzalweni kwam. Xa zinokuchetywa iinwele zam, angaphela amandla am, ndibe buthathaka nam, ndifane nabanye abantu.”

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16

ABAGWEBI 16:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wamxelela konke okube kusentliziyweni yakhe; wathi kuye, Andiyichebanga intloko yakho; ngokuba ndingumNazarete kaThixo kwasesizalweni sikama.

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16

ABAGWEBI 16:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

wandula wamxelela yonke intliziyo yake, wati kuye: Bekunganyukanga isitshetshe sokugugula pezu kwentloko yam; ngokuba ndingumnaziri KATIXO kwa sesizalweni sikama̔: ukuba ndiyagugulwa, seleya kumka kum amandla am, ndandiya kuba butataka, ndibe njengabantu bonke.

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo