nobungcwalisa obunikileyo kum, ndibunikile mna kubo; ukuze babe banye, njengokuba sibanye tina; mna ndikubo, nawe ukum, ukuze babe befezekile ngokuba banye; nokuze ilizwe lazi ukuba wena wandituma, nokuba wabatanda bona, kwa njengokuba wanditanda mna.