UYOHANE 17:20-21
UYOHANE 17:20-21 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa anditandazeli aba bodwa, koko nditandazela nabo baya kukolwa kum ngelizwi labo; ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo! ukum, nam ndikuwe, baze nabo babe banye kuti; ukuze ilizwe likolwe ukuba wandituma wena
Yabelana
Funda UYOHANE 17UYOHANE 17:20-21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Andiceleli ke aba bodwa, ndicelela nabo baya kukholwa kum ngelizwi labo; ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.
Yabelana
Funda UYOHANE 17UYOHANE 17:20-21 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Andithandazeli bona bodwa, koko ndithandazela nâbo baya kundivuma ngenxa yelizwi abaliva ngabo. Nceda benze bonke babe banye. Bawo, mabamanyane nathi, njengokuba wena unto-nye nam, nam ndinto-nye nawe. Mababe yimbumba yamanyama, ukuze likholwe ihlabathi ukuba ndithunywe nguwe.
Yabelana
Funda UYOHANE 17