Ivangeli ka‐Johane 17:22-23

Ivangeli ka‐Johane 17:22-23 XHO1902A

nobungcwalisa obunikileyo kum, ndibunikile mna kubo; ukuze babe banye, njengokuba sibanye tina; mna ndikubo, nawe ukum, ukuze babe befezekile ngokuba banye; nokuze ilizwe lazi ukuba wena wandituma, nokuba wabatanda bona, kwa njengokuba wanditanda mna.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Ivangeli ka‐Johane 17:22-23