Ivangeli ka‐Johane 17:20-21
Ivangeli ka‐Johane 17:20-21 XHO1902A
Kodwa anditandazeli aba bodwa, koko nditandazela nabo baya kukolwa kum ngelizwi labo; ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo! ukum, nam ndikuwe, baze nabo babe banye kuti; ukuze ilizwe likolwe ukuba wandituma wena