UYOHANE 17:3
UYOHANE 17:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Bubo obu ke ubomi obungunapakade, ukuba bazi wena okupela KWOTIXO oyinyaniso, no‐Yesu Kristu owabumtuma.
Yabelana
Funda UYOHANE 17UYOHANE 17:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bubo ke obu ubomi obungunaphakade, ukuba mabakwazi, wena ukuphela koThixo oyinyaniso, naye uYesu Kristu omthumileyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 17