Bona ke, imihla iyeza, utsho UYEHOVA, ukuba ndiya kuvusela u‐Davide isebe elilungileyo, nokuba ukumkani uya kupata ubukumkani alungiseke, enze ubugwebo nobulungisa emhlabeni. Emihleni yake u‐Juda uya kusindiswa, no‐Sirayeli wohlala ekunqabeni: negama lake, aya kubizwa ngalo leli lokuti: UYEHOVA UBULUNGISA BETU.