UYEREMIYA 23:24
UYEREMIYA 23:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Umntu angazifihla na ezindaweni ezifihlakeleyo, ukuba ndingamboni mna? utsho UYEHOVA. Andizalisanga na izulu nomhlaba? utsho UYEHOVA.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 23UYEREMIYA 23:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wósithela na umntu ezintsithelweni, ndingamboni na? utsho uYehova. Àndizalise amazulu nehlabathi na mna? utsho uYehova.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 23