Bona ke, imihla iyeza, utsho UYEHOVA, ukuba ndiya kuvusela u‐Davide isebe elilungileyo, nokuba ukumkani uya kupata ubukumkani alungiseke, enze ubugwebo nobulungisa emhlabeni. Emihleni yake u‐Juda uya kusindiswa, no‐Sirayeli wohlala ekunqabeni: negama lake, aya kubizwa ngalo leli lokuti: UYEHOVA UBULUNGISA BETU.
Funda U‐Jeremiya 23
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 23:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo