1
Umshumayeli 7:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Unganxami ngomoya wako ukuqumba; ngokuba uqumbo luhleli esifubeni sezidenge.
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 7:9
2
Umshumayeli 7:14
Uti emhleni wobutamsanqa ube nobuyolo, nasemhleni welishwa ugqale, — ukuba kwa lo njengawo nalowo uwenzile UTIXO, ngetuba lokuba umntu angafumani nto eya kuba ngasemva kwake.
Phonononga Umshumayeli 7:14
3
Umshumayeli 7:8
Ukupela kwendawo kulungile pezu kwokuqala kwayo; ukuqumba kade kugqitisele ukuqanqalaza.
Phonononga Umshumayeli 7:8
4
Umshumayeli 7:20
Ngokuba kungeko mntu olungileyo pezu kwomhlaba, okwenza okulungileyo, angoni.
Phonononga Umshumayeli 7:20
5
Umshumayeli 7:12
Ngokuba ubulumko sisikuselo, nemali sisikuselo nayo; kodwa indluliselo yokwazi, kukuba ubulumko bupilisa abanabo.
Phonononga Umshumayeli 7:12
6
Umshumayeli 7:1
IGAMA elilungileyo lilungile pezu kwamafuta amnandi, nomhla wokufa kwomntu pezu kwomhla wokuzalwa kwake.
Phonononga Umshumayeli 7:1
7
Umshumayeli 7:5
Kulungile ukuba kuviwe ukutetisa kwelumko, ngapezu kwokuba umntu eve ingoma yezidenge.
Phonononga Umshumayeli 7:5
8
Umshumayeli 7:2
Kulungile ukuya endlwini yesililo, ngapezu kwokuya endlwini yesidlo; ngokokuba oko kukukupela kwabantu bonke; woti ke opilileyo akubekele intliziyo yake.
Phonononga Umshumayeli 7:2
9
Umshumayeli 7:4
Intliziyo yabalumkileyo isendlwini yesililo, kodwa intliziyo yezidenge isendlwini yemihlali.
Phonononga Umshumayeli 7:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo