Umshumayeli 7:14

Umshumayeli 7:14 XHO1902A

Uti emhleni wobutamsanqa ube nobuyolo, nasemhleni welishwa ugqale, — ukuba kwa lo njengawo nalowo uwenzile UTIXO, ngetuba lokuba umntu angafumani nto eya kuba ngasemva kwake.