1
Umshumayeli 6:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umbono wamehlo ulungile pezu kwokudungudela kwompefumlo. Oku kokungendawo nokukatazeka kwomoya nako.
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 6:9
2
Umshumayeli 6:10
Lonto ebise iko seibizwe ngegama layo kade; kanjalo, kuyaziwa ukuba nguye umntu, nokuba akangepike nalowo umdlulayo ngamandla.
Phonononga Umshumayeli 6:10
3
Umshumayeli 6:2
nanku umntu opiweyo NGUTIXO ubutyebi, nendyebo, nodumo, ude umpefumlo wake ungasweli luto kuko konke akukanukayo, kanti UTIXO akamnikanga amandla okudla kuko, koko owasemzini ekudla. Oku kokungendawo nobuhlungu obubi.
Phonononga Umshumayeli 6:2
4
Umshumayeli 6:7
Wonke umzamo womntu ungenxa yomlomo wake, kanti umxe̔lo awuzaliswa noko.
Phonononga Umshumayeli 6:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo