nanku umntu opiweyo NGUTIXO ubutyebi, nendyebo, nodumo, ude umpefumlo wake ungasweli luto kuko konke akukanukayo, kanti UTIXO akamnikanga amandla okudla kuko, koko owasemzini ekudla. Oku kokungendawo nobuhlungu obubi.
Funda Umshumayeli 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Umshumayeli 6:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo