1
Umshumayeli 8:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndaza ndancoma imihlali, ngokuba kungeko nto elungele umntu ngapantsi kwelanga, kupela ukuba atye, asele, agcobe: ngokuba oku kuya kuhlala naye ngomzamo wake, ngemihla yobomi bake ayinikwa NGUTIXO ngapantsi kwelanga.
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 8:15
2
Umshumayeli 8:12
Nakuba umoni enza okukohlakeleyo kalikulu, ahlaliswe kade, sendiyazi noko, ukuba kwoba kulungile kwabo bamoyikayo UTIXO, aboyikayo ebusweni bake
Phonononga Umshumayeli 8:12
3
Umshumayeli 8:6
ngokuba kuyo yonke imicimbi kuko ixesha nokugweba; ngokuba ububi bomntu bunzima pezu kwake.
Phonononga Umshumayeli 8:6
4
Umshumayeli 8:8
Akuko mntu onamandla pezu kwomoya, okuba awubambe umoya; kanjako akuko onamandla pezu kwomhla wokufa: ewe, akuko kundululwa kwokukulwa; kanjalo inkohlakalo ayiyi kubasindisa abenzi bayo.
Phonononga Umshumayeli 8:8
5
Umshumayeli 8:11
Ngokuba umgwebo ngakuso isenzo esikohlakeleyo ungenziwa ngobunxamo, iti ngoko intliziyo yonyana babantu pakati kwabo inxamele ukwenza okukohlakeleyo.
Phonononga Umshumayeli 8:11
6
Umshumayeli 8:14
Kuko okungendawo okwenziwa pezu kwomhlaba: okokuba kuko abalungileyo ekuhla kubo njengokwesenzo sabakohlakeleyo; kanjako, kuko abakohlakeleyo ekuhla kubo njengokwesenzo sabalungileyo. Ndati ukuba oku kokungendawo nako.
Phonononga Umshumayeli 8:14
7
Umshumayeli 8:7
Ngokuba engakwazi oko okuya kubako; ngokuba ngubanina ongamxelelayo ukuba kwobako ninina?
Phonononga Umshumayeli 8:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo