INTSHUMAYELI 7:8
INTSHUMAYELI 7:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kulungile ukugqitywa kwendawo, ngaphezu kokuqalwa kwayo; ulungile umoya ozeka kade umsindo, kunomoya ozidlayo.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7INTSHUMAYELI 7:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isiphelo somcimbi sibhetele kunesiqalo sawo. Umonde ungcono kunekratshi.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7