Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

KwabaseRoma 12:9-12

KwabaseRoma 12:9-12 CXB24

Uthando malungabi naluhanahaniso. Kwenyanyeni okungendawo; namathelani kokulungileyo. Mayela nothando olu lobuzalwana, ndithi, yenzelanani ububele; mayela nembeko leyo, phangelanani; Musani ukunqena ishishini; ushushu emoyeni; khonzani iNkosi; Vuyani ninethemba; nyamezelani embandezelweni; nizingisa emthandazweni