KWABASEROMA 12:9-12
![KWABASEROMA 12:9-12 - Uthando malungabi naluhanahaniso; kuthiyeni okungendawo, namathelani kokulungileyo. Mayela nothando olu lobuzalwana, ndithi, yenzelanani ububele; mayela nembeko leyo, phangelanani; mayela nokunyameka oko, musani ukunqena; mayela nomoya lo, vuthani; mayela neNkosi le, khonzani; mayela nethemba, vuyani; mayela nembandezelo, nyamezelani; mayela nomthandazo, zingisani](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2F320x320%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fstatic-youversionapi-com%2Fimages%2Fbase%2F70361%2F1280x1280.jpg&w=640&q=75)
Uthando malungabi naluhanahaniso; kuthiyeni okungendawo, namathelani kokulungileyo. Mayela nothando olu lobuzalwana, ndithi, yenzelanani ububele; mayela nembeko leyo, phangelanani; mayela nokunyameka oko, musani ukunqena; mayela nomoya lo, vuthani; mayela neNkosi le, khonzani; mayela nethemba, vuyani; mayela nembandezelo, nyamezelani; mayela nomthandazo, zingisani
KWABASEROMA 12:9-12