Uthando malungabi naluhanahaniso; kuthiyeni okungendawo, namathelani kokulungileyo. Mayela nothando olu lobuzalwana, ndithi, yenzelanani ububele; mayela nembeko leyo, phangelanani; mayela nokunyameka oko, musani ukunqena; mayela nomoya lo, vuthani; mayela neNkosi le, khonzani; mayela nethemba, vuyani; mayela nembandezelo, nyamezelani; mayela nomthandazo, zingisani
Funda KWABASEROMA 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KWABASEROMA 12:9-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo