NguNdikhoyo amandla am nekhaka lam; ndithembele ngaye ngomxhelo wam wonke. Ndoncedakala nditsho ndibe nemincili, ndimbonge ngengoma. NguNdikhoyo obomelezayo abantu bakhe; nguye omkhuselayo nomsindisayo umthanjiswa wakhe.
Funda IINDUMISO 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 28:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo