NguYehova amandla am nengweletshetshe yam; Yakholosa ngaye intliziyo yam, ndancedeka. Iyadlamka ke intliziyo yam, Ndiyamdumisa ngengoma yam. UYehova ungamandla kubo; Uligwiba losindiso kumthanjiswa wakhe yena.
IINDUMISO 28:7-8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo