Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Iindumiso 28:7-8

Iindumiso 28:7-8 CXB24

NguYehova amandla am nengweletshetshe yam; Yakholosa ngaye intliziyo yam, ndancedwa; ke ngoko, intliziyo yam yonwabe kakhulu; ndiya kumdumisa ngengoma yam. uYehova uligwiba labo, uyingxonde yomthanjiswa wakhe.