1
KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Lulo ke olu uthando, ukuba sihambe ngokwemithetho yakhe. Nguwo lo umthetho, njengokuba nevayo kwasekuqalekeni, ukuba nihambe kuwo.
Thelekisa
Phonononga KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:6
2
KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:9
Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, abanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.
Phonononga KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:9
3
KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:8
Zilumkeleni, ukuba singalahlekani nezinto esizisebenzileyo; masamkele umvuzo ozalisekileyo.
Phonononga KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:8
4
KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:7
Ngokuba kungene abalahlekisi abaninzi ehlabathini, abangamvumiyo uYesu Kristu esiza esenyameni. Lowo ngumkhohlisi nomchasi-Kristu.
Phonononga KaYohane 2 KaYohane 2 – 1:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo