1
KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:14
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuko oku ukungafihlisi esinako kuye: ukuba sithi sicele into ngokokuthanda kwakhe, uyasiva
Thelekisa
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:14
2
KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:15
Ukuba siyazi ukuba uyasiva esisukuba sikucela, siyazi ukuba sinazo izinto ezicelwayo, esizicelileyo kuye.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:15
3
KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:3-4
Kuba ukumthanda uThixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe. Ngokuba yonke into ezelwe nguThixo iyaleyisa ihlabathi; lulo ke olu uloyiso oluleyisayo ihlabathi, ukholo lwethu.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:3-4
4
KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:12
Lowo unaye uNyana, unabo ubomi; lowo ungenaye uNyana kaThixo, akanabo ubomi.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:12
5
KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:13
Ndinibhalele ezi zinto, nina nikholwayo kwigama loNyana kaThixo; ukuze nazi ukuba ninobomi obungunaphakade, nokuze nikholwe kwigama loNyana kaThixo.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:13
6
KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:18
Siyazi ukuba bonke abazelwe nguThixo aboni; kodwa lowo uzelweyo nguThixo uyazigcina, aze ongendawo angamchukumisi.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 5:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo