KAYOHANE II 1:9
KAYOHANE II 1:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, àbanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.
Yabelana
Funda KAYOHANE II 1KAYOHANE II 1:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu onganamatheliyo emfundisweni kaKrestu, lowo uhambela kude kuyo, akanaThixo. Kanti ke yena onamatheleyo kuyo imfundiso umanyene noYise kunye noNyana.
Yabelana
Funda KAYOHANE II 1