1
KaYohane 3 KaYohane 3 – 1:2
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ntanda, ndinga ungathi ngezinto zonke usikeleleke uphile, njengokuba usikelelekile umphefumlo wakho.
Thelekisa
Phonononga KaYohane 3 KaYohane 3 – 1:2
2
KaYohane 3 KaYohane 3 – 1:11
Ntanda, musa ukulandela okubi, landela okulungileyo. Lowo wenza okulungileyo ungokaThixo; ke lowo wenza okubi akambonanga uThixo.
Phonononga KaYohane 3 KaYohane 3 – 1:11
3
KaYohane 3 KaYohane 3 – 1:4
Andinaluvuyo lungaphezu kolu, lokuba ndive ukuba abantwana bam bahamba enyanisweni.
Phonononga KaYohane 3 KaYohane 3 – 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo