1
U‐Jeremiya 14:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kuko na pakati kwezinto ezingendawo zabaheyideni enganisayo imvula? nezulu linganika izipango lona na? wena akunguye na, YEHOVA ’TIXO wetu? ngako sokangela kuwe, ngokuba nguwe owenza zonke ezizinto.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 14:22
2
U‐Jeremiya 14:7
Nakuba izikohlakalo zetu zinqi̔nela ngakuti, YEHOVA! yenza ngenxa yelako igama; ngokuba izipambuko zetu zininzi; sonile ngakuwe.
Phonononga U‐Jeremiya 14:7
3
U‐Jeremiya 14:20-21
Siyavuma, YEHOVA! ukukohlakala kwetu, nokungalungi kwobawo betu; ngokuba sonile ngakuwe. Ungadeli ngenxa yegama lako, ungahlazisi iterone yobungcwalisa bako; kumbula, ungalwapuli ucebano lwako nati.
Phonononga U‐Jeremiya 14:20-21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo