UYEREMIYA 14:7
UYEREMIYA 14:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Nakuba izikohlakalo zetu zinqi̔nela ngakuti, YEHOVA! yenza ngenxa yelako igama; ngokuba izipambuko zetu zininzi; sonile ngakuwe.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 14UYEREMIYA 14:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ubugwenxa bethu bungqina ngathi, Yehova, yenza ngenxa yegama lakho; ngokuba kuninzi ukuphamba kwethu; sonile kuwe.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 14