1
U‐Jeremiya 15:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Amazwi ako afunyanwa, ndaza ndawadla; ewe, ilizwi lako laba ngumgcobo novuyo lwentliziyo yam kum; ngokuba ndibizwa ngegama lako, YEHOVA, TIXO wemikosi!
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 15:16
2
U‐Jeremiya 15:19
Ngako oko, utsho UYEHOVA ukuti: Ukuba uya kubuya, ndiya kwandula ndikubuyise, wauya kuma ebusweni bam; nokuba uya kuku̔pa okudumileyo kuko okudelekileyo, woba njengomlomo wam: mababuyele kuwe bona, kodwa wena akuyi kubuyela kubo.
Phonononga U‐Jeremiya 15:19
3
U‐Jeremiya 15:21
Ewe, ndokuhlangula esandleni sabakohlakeleyo, ndandiya kukukulula esandleni sezidlwengu.
Phonononga U‐Jeremiya 15:21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo