UYEREMIYA 15:19
UYEREMIYA 15:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngako oko utsho uYehova ukuthi, Ukuba uthe wabuya, ndokubuyisa, ubuye ume phambi kwam; ukuba uthe wakhupha okunqabileyo kokungení, woba njengomlomo wam; abo baya kubuyela kuwe; ke wena akuyi kubuyela kubo.
UYEREMIYA 15:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko utsho uNdikhoyo ukuthi: “Ukuba uyabuyela kum, ndobuya ndikubuyisele esikhundleni sakho, ube sisicaka sam. Ndobuya ndikwenze umlomo wam, ukuba nje uyayiyeka le mbudede uyithethayo. Baza kubuyela kuwe abantu, ingabi nguwe obuyela kubo.
UYEREMIYA 15:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngako oko, utsho uYehova ukuthi, Ukuba uthe waguquka, ndokubuyisa, ubuye ume phambi kwam; kodwa aniguquki kubo.
UYEREMIYA 15:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako oko, utsho UYEHOVA ukuti: Ukuba uya kubuya, ndiya kwandula ndikubuyise, wauya kuma ebusweni bam; nokuba uya kuku̔pa okudumileyo kuko okudelekileyo, woba njengomlomo wam: mababuyele kuwe bona, kodwa wena akuyi kubuyela kubo.