UYEREMIYA 14:22
UYEREMIYA 14:22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kuko na pakati kwezinto ezingendawo zabaheyideni enganisayo imvula? nezulu linganika izipango lona na? wena akunguye na, YEHOVA ’TIXO wetu? ngako sokangela kuwe, ngokuba nguwe owenza zonke ezizinto.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 14UYEREMIYA 14:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Phakathi kothixo abangento beentlanga, bakhó na abangánisa imvula? Izulu lingáyinika na imivumbi? Asinguwe na, Yehova Thixo wethu? Sithembé wena; ngokuba uzenzile wena zonke ezo zinto.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 14