wandula wamxelela yonke intliziyo yake, wati kuye: Bekunganyukanga isitshetshe sokugugula pezu kwentloko yam; ngokuba ndingumnaziri KATIXO kwa sesizalweni sikama̔: ukuba ndiyagugulwa, seleya kumka kum amandla am, ndandiya kuba butataka, ndibe njengabantu bonke.