1
Umshumayeli 11:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Vuya, ndodana! ebutsheni bako, iti ke intliziyo yako ikucwayitise emihleni yobudodana bako, uhambe ngendlela zentliziyo yako, nangombono wamehlo ako: yazi ke kodwa, ukuba, ngenxa yezizinto zonke, UTIXO wokuzisa ekugwebeni.
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 11:9
2
Umshumayeli 11:10
Ngako shenxisa nsizi entliziyweni yako, nobubi bukwelelise enyameni yako: ngokuba ubutsha nobudodana kokungendawo.
Phonononga Umshumayeli 11:10
3
Umshumayeli 11:4
Olindayo umoya, akayi kuhlwayela; nokangelayo amafu, akayi kuvuna.
Phonononga Umshumayeli 11:4
4
Umshumayeli 11:5
Njengokuba ungazi ukuba iyinina indlela yomoya, njengokuba ungazi amatambo asesizalweni somitiyo, kwa njalo akuwazi umsebenzi KATIXO okwenzayo konke.
Phonononga Umshumayeli 11:5
5
Umshumayeli 11:6
Ngako kusasa hlwayela imbewu yako, nangokuhlwa ungapumzi isandla sako; ngokuba ungazi ukuba yiyipina eya kuhluma, ukuba yilé, ukuba yileyo, kusinina; nokuba ziya kufana ukulunga zombini na.
Phonononga Umshumayeli 11:6
6
Umshumayeli 11:2
nika isabelwa kwabasixe̔nxe, ewe, nakwabasibozo; ngokuba ungazi lilipina ilishwa eliya kubako emhlabeni.
Phonononga Umshumayeli 11:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo