INTSHUMAYELI 11:9
INTSHUMAYELI 11:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Vuya, ndodana, ebutsheni bakho, ikuchwayithise intliziyo yakho ngemihla yobudodana bakho, uhambe ngeendlela zentliziyo yakho, nangokukhangela kwamehlo akho; kodwa yázi ukuba ngenxa yezo zinto zonke uThixo uya kukusa ematyaleni.
INTSHUMAYELI 11:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wena mntu osemtsha, yonwaba ngethuba lobutsha bakho, intliziyo yakho ichwayite lo gama uselula. Yenze loo nto isentliziyweni yakho, nditsho leyo ibonwa ngamehlo akho, kambe ke ukhumbule ukuba uza kuziphendulela enkundleni kaThixo ngayo yonke into oyenzileyo.
INTSHUMAYELI 11:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Vuya, ndodana, ebutsheni bakho; ikuvuyise intliziyo yakho ngemihla yesijwili sakho, uhambe ngeendlela zentliziyo yakho, nangokukhangela kwamehlo akho; kodwa yazini ukuba uThixo uya kunigweba kuko konke oko.
INTSHUMAYELI 11:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Vuya, ndodana! ebutsheni bako, iti ke intliziyo yako ikucwayitise emihleni yobudodana bako, uhambe ngendlela zentliziyo yako, nangombono wamehlo ako: yazi ke kodwa, ukuba, ngenxa yezizinto zonke, UTIXO wokuzisa ekugwebeni.