1
Umshumayeli 10:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ukuba intsimbi ibutuntu, nohlangoti akaluloli, uya kwandula andise amandla; kodwa into encedayo ukulungisa bubulumko.
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 10:10
2
Umshumayeli 10:4
Xa umoya wompati uvuka ngakuwe, ungashiyi indawo yako; ngokuba ululamo lupezisa izono ezikulu.
Phonononga Umshumayeli 10:4
3
Umshumayeli 10:1
Impukane ezifileyo ziyenza amafuta amnandi anuke abile; ubudenge obuncinane bugqitisile ubulumko nodumo ngokuba bunzima.
Phonononga Umshumayeli 10:1
4
Umshumayeli 10:12
Amazwi omlomo welumko abang’ ufefe; kodwa umlomo wesidenge wosibubisa
Phonononga Umshumayeli 10:12
5
Umshumayeli 10:8
Owumbayo umnxuma uya kweyela kuwo; nocitayo udonga, inyoka iya kumluma.
Phonononga Umshumayeli 10:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo