INTSHUMAYELI 11:6
INTSHUMAYELI 11:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kusasa hlwayela imbewu yakho, nangokuhlwa ungasiphumzi isandla sakho; ngokuba ungàzi ukuba kolunga yiphi na, nokuba yile nokuba yileya, kusini na, nokuba zolunga ngakunye zombini na.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11INTSHUMAYELI 11:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Imbewu yihlwayele kusasa, nangokuhlwa ungasiphumzi isandla sakho. Kaloku akuyazi eya kuphumelela: isenokuba yile okanye leya, ukanti zisenokuphumelela zombini.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11INTSHUMAYELI 11:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yihlwayele imbewu yakho kusasa, ungasiphumzi isandla sakho ngokuhlwa
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11INTSHUMAYELI 11:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako kusasa hlwayela imbewu yako, nangokuhlwa ungapumzi isandla sako; ngokuba ungazi ukuba yiyipina eya kuhluma, ukuba yilé, ukuba yileyo, kusinina; nokuba ziya kufana ukulunga zombini na.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11