1
I‐Duteronomi 28:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
KWAKUYA kuti, ukuba uya kukutala ukupulapula ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wako, lokuba ulumkele ukuyenza yonke imiyalelo yake endikuyalelayo namhla, uya kwandula UYEHOVA, UTIXO wako, akubeke pezulu pezu kwazo zonke intlanga zomhlaba.
Thelekisa
Phonononga I‐Duteronomi 28:1
2
I‐Duteronomi 28:2
Kanjalo onke lamatamsanqa oza pezu kwako, akufumane, xeshekweni upulapulayo ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:2
3
I‐Duteronomi 28:13
Kanjalo UYEHOVA uya kukwenza ube yintloko, ungabi ngumsila; woba pezulu kupela, akuyi kuba pantsi; nxa nipulapula imiyalelo KAYEHOVA, UTIXO wako, endikuyalelayo namhla, ukuyigcina nokuyenza
Phonononga I‐Duteronomi 28:13
4
I‐Duteronomi 28:12
UYEHOVA wokuvulela imbekelo yake elungileyo, izulu, ukunisa imvula elizweni lako ngexesha layo, nokutamsanqela wonke umsebenzi wesandla sako; wauya kuboleka intlanga ezininzi, kanti wena akuyi kuboleka kuzo.
Phonononga I‐Duteronomi 28:12
5
I‐Duteronomi 28:7
UYEHOVA uya kuzenza intshaba zako ezivukayo ngakuwe zoyiswe pambi kwako: ngendlela inye ziya kupumela kuwe, nangendlela ezisixe̔nxe ziya kwesaba pambi kwako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:7
6
I‐Duteronomi 28:8
UYEHOVA woxela ukuba itamsanqa libe nawe ezinyangweni zako, nakuko konke usolulela kona isandla sako; waeya kukutamsanqela elizweni ulipiwayo NGUYEHOVA, UTIXO wako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:8
7
I‐Duteronomi 28:6
Wotanyusanqelwa ekungeneni kwako, wotanyusanqelwa nasekupumeni kwako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:6
8
I‐Duteronomi 28:3
Wotanyusanqelwa esixekweni, wotanyusanqelwa nasentsimini.
Phonononga I‐Duteronomi 28:3
9
I‐Duteronomi 28:4
Kwotanyusanqelwa isixakato sesizalo sako, nesiqa̔mo somhlaba wako, nesixakato sezilo zako, inzalo yemazi zako, nemihlambi yegusha zako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:4
10
I‐Duteronomi 28:9
UYEHOVA wokumisa ube ngabantu abangcwele kuye, njengokuba ekufungele, xeshekweni uya kugcina imiyalelo KAYEHOVA, UTIXO wako, uhambe nokuhamba ezindleleni zake.
Phonononga I‐Duteronomi 28:9
11
I‐Duteronomi 28:5
Kwotanyusanqelwa isitya sako nomkombe wokubuca wako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:5
12
I‐Duteronomi 28:11
Kanjalo UYEHOVA wokutyebisa kube kokulungileyo, ngesixakato sesizalo sako, nangesixakato sezilo zako, nangesiqa̔mo somhlaba wako, emhlabeni UYEHOVA wayefungela oyihlo bako ukuba awunike kuwe.
Phonononga I‐Duteronomi 28:11
13
I‐Duteronomi 28:10
Baye bonke abantu bomhlaba beya kubona ukuba igama LIKAYEHOVA libiziwe pezu kwako; bandule boyike ngenxa yako.
Phonononga I‐Duteronomi 28:10
14
I‐Duteronomi 28:14
uze ungapambuki kuwo onke amazwi endikuyalelayo namhla, nangasekunene nangasekohlo, ukuya kulandela otixo bambi ukuba ubakonze.
Phonononga I‐Duteronomi 28:14
15
I‐Duteronomi 28:15
Kodwa kuya kuti, xa ungayi kupulapula ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wako, lokuba ulumkele ukuyenza yonke imiyalelo yake nemimiselo yake, endikuyalelayo namhla; kuya kwandula kuze pezu kwako zonke iziqalekiso ezi, zikufumane.
Phonononga I‐Duteronomi 28:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo