Kodwa kuya kuti, xa ungayi kupulapula ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wako, lokuba ulumkele ukuyenza yonke imiyalelo yake nemimiselo yake, endikuyalelayo namhla; kuya kwandula kuze pezu kwako zonke iziqalekiso ezi, zikufumane.
Funda I‐Duteronomi 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 28:15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo