IDUTERONOMI 28:10
IDUTERONOMI 28:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kwaye bonke abantu behlabathi baya kubona ukuba igama likaYehova libizwe kuyo; baya kukoyika wena.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 28IDUTERONOMI 28:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
zibòne zonke izizwe zehlabathi, ukuba igama likaYehova libizwe phezu kwakho, zikoyike.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 28IDUTERONOMI 28:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ziya kuthi ke izizwe zehlabathi, zakuqonda ukuba uNdikhoyo unenze abantu bakhe, zitsho zinihlonele.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 28