1
Eyesibini yezikronike 20:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
waza wati: Pulapulani, bo‐Juda bonke, nabemi base‐Yerusaleme, nokumkani Yehoshafate! utsho UYEHOVA kuni ukuti: Ningoyiki, ningatuswa kanjalo, ngenxa yesisihlwele sikulu; ngokuba kungekokwenu ukulwa oku, kuko KUKATIXO.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:15
2
Eyesibini yezikronike 20:17
Asi kokwenu ukulwa kokukulwa: zimiseni, yimani nibone usindiso LUKAYEHOVA onani, bo‐Juda ne‐Yerusaleme! ningoyiki, ningatuswa kanjalo; ngomso pumelani ngakulo; ngokuba UYEHOVA enani.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:17
3
Eyesibini yezikronike 20:12
TIXO wetu! akuyi kulugweba na? ngokuba kungeko amandla kuti ebusweni besisihlwele sikulu esizayo ngakuti; kanjako asazi tina into esiya kuyenza: kodwa amehlo etu angakuwe.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:12
4
Eyesibini yezikronike 20:21
Wandula wacebisana nabantu, wammisela UYEHOVA abaculi, abaya kudumisa ebuhleni bobungcwele, bakupuma pambi kwabaxo̔bileyo, besiti: Bulelani KUYEHOVA; ngokuba ububele bake bungunapakade.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:21
5
Eyesibini yezikronike 20:22
Kekaloku ngexesha baqalayo ukuvuma nokudumisa, wandula UYEHOVA wamisa abalaleli ngakulo usapo luka‐Hamoni, noluka‐Mowabi, nolwasentabeni ye‐Sehire, olube luzile ngakubo o‐Juda; lwaza lwabetwa ke.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:22
6
Eyesibini yezikronike 20:3
Waza woyika u‐Yehoshafate, wabeka ubuso bake ukumfuna UYEHOVA, washumayela inzilo kuyo yonke i‐Juda.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:3
7
Eyesibini yezikronike 20:9
Xeshekweni ilishwa lizayo pezu kwetu, isiṙele, umgwebo, nesifo esibubisayo, nendlala, siya kuma pambi kwalendlu, napambi kwako, (ngokuba igama lako likuyo indlu le,) sikale kuwe ebunzimeni betu, wauya kwandula ukuva nokusiza.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:9
8
Eyesibini yezikronike 20:16
Ngomso yihlani niye ngakulo: bonani, luyanyuka ngeqina le‐Tsitse: naniya kulufumana encameni yentili, pambi kwentlango ye‐Yeruweli.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:16
9
Eyesibini yezikronike 20:4
Bazihlanganisa o‐Juda kanjalo, ukuba bafune uncedo KUYEHOVA: bavela kwa kuzo zonke izixeko zakwa‐Juda ukuza kumfuna UYEHOVA.
Phonononga Eyesibini yezikronike 20:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo