IZIKRONIKE II 20:21
IZIKRONIKE II 20:21 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wandula wacebisana nabantu, wammisela UYEHOVA abaculi, abaya kudumisa ebuhleni bobungcwele, bakupuma pambi kwabaxo̔bileyo, besiti: Bulelani KUYEHOVA; ngokuba ububele bake bungunapakade.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 20IZIKRONIKE II 20:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe akucebisana nabantu, wamisa iimvumi zikaYehvoa zokudumisa, zivethe ezingcwele, eziya kuphuma zihambe phambi kwabaxhobileyo, zisithi, bulelani kuYehova, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 20IZIKRONIKE II 20:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akuba ethetha-thethene nabantu uYoshafati wamisela iimvumi zokuculela uNdikhoyo, ukuze zimbonge ngenxa yobunewu-newu bobungcwele bakhe. Zawukhokela ke umkhosi lowo, zimemelela zisithi: “Bulelani kuNdikhoyo, kuba izibele zakhe zimi ngonaphakade.”
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 20