IZIKRONIKE II 20:12
IZIKRONIKE II 20:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Thixo wethu, akuyi kubagweba na? Ngokuba asinamandla okumelana nale ngxokolo ininzi isizelayo; thina asazi ukuba sothini na, kodwa amehlo ethu akuwe.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 20IZIKRONIKE II 20:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Thixo wethu, khawubohlwaye. Thina ngokunokwethu asinawo amandla okujongana nale nyambalala yomkhosi osihlaselayo. Ewe, asazi nemasikwenze, koko amehlo ethu akhangele kuwe.”
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 20