1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Makungabiko mntu obudela ubutsha bako, uti ube ngumzekelo kuwo amakolwa, ekuteteni, ekumileni, elutandweni, emoyeni, enkolweni, ebucocweni.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:12
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:8
Ngokuba ukuqeliswa kwomzimba kunceda ngokuncinane; kodwa ububedesho bunceda ngenxa zonke, ekubeni bunaso isitembiso sobubomi bakaloku nje, nesobo buza kubako.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:8
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:16
Zigqale wena nokufundisa kwako; uman’ ukuma kuzo: ngokuba oku ukwenza nje, uya kuti nawe uzisindise nabo abakuvayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:16
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:1
KODWA UMOYA utsho kwa sekuhleni ukuti, kuya kupambuka inxenye emaxesheni asemva elukolweni, benyamekela omoya abalahlekisayo, nemfundiso zedemoni
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:1
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:7
Kodwa intsomi ezingengcwele ezibuxegokaziṙa zale; uz’ uti ke wena uziqelisele ububedesho.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:7
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:13
Yiti, ndide ndifike, uzibekisele ukulesesha, ukuyala, ukufundisa.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo