KUTIMOTI I 4:8
KUTIMOTI I 4:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ziqhelise ukuhlonela uThixo. Kuba eyeyomzimba ingqeqesho inceda kancinane; ke kona ukuhlonela uThixo kunceda ngako konke, kunedinga lobomi bakalokunje, nobobo buza kubakho.
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 4KUTIMOTI I 4:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ukuqeliswa kwomzimba kunceda ngokuncinane; kodwa ububedesho bunceda ngenxa zonke, ekubeni bunaso isitembiso sobubomi bakaloku nje, nesobo buza kubako.
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 4