KUTIMOTI I 4:1
KUTIMOTI I 4:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
KODWA UMOYA utsho kwa sekuhleni ukuti, kuya kupambuka inxenye emaxesheni asemva elukolweni, benyamekela omoya abalahlekisayo, nemfundiso zedemoni
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 4KUTIMOTI I 4:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku uMoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 4