1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ukuba kodwa kuko umntu ongabazaleleli abake, nakakulu ke abendlu yake, ulukanyele ukolo, umbi kongakolwayo kanjalo.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:8
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:1
INDODA endala ungayitetisi ngobukali, uti uyiyale njengoyihlo; amatsha njengabaninawe
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:1
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:17
Mabati abadala abapatayo kakuhle babalwe ukuba bafanele imbeko epindiweyo, kube ngabo kakulu ke abasebe, nzayo elizwini naselufundisweni.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:17
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:22
Unganxami ukubeka izandla emntwini; kanjako ungabi nabudlelana nezono zabanye abantu. Zigcine ucokisekile.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 5:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo